USonwabile Mdondolo uphendula imbalelwanio yomphulaphuli nethi, "Mhlekazi ndicela uqonda uba yimalini nha endino kuyifumana kwi saving pot yam, sithetha nje, ndine R95000. Ndingakwazi ukuyikhupha yonke, okanye funeka ndikhuphe i-R30 000. Okwesibini, umntu wazi njani xa i-investment yakhe iqhuba kakuhle? Wawukhe wathi umntu makanlindeli imimangaliso xa esenza i-investment"