UMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi. " Ndagxothwa emsebenzini ngezityholo zokuba umqeshi wam wandityhola ngokuba nda-ba. Umqeshi wandivulela
ityala emapoliseni ngenxa yesisityholo. Ndaya ecourt, ndafunyanwa ndingena
tyala. Kodwa, iCCMA yona yafumanisa ukuba ukugxothwa kwam kwakufanelekile.
Yenzeka njani into enje?"