Intlanganiso elindelwe ngamehl'abomvu phakathi kukamongameli Jacob Zuma neejaji zeli lizwe izakubanjelwa ePitoli ngomhla wamashumi amabini anesixhenxe kule imiyo.