trufm News Bulletins: Recent Episodes

SABC News and Current Affairs

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Omotoso's court trial resumes this morning....

  • Intelligence Agency accused of meddling in ANC politics....

View Details

  • Kutyholwa ngokuba iArhente yokhuseleko lweSizwe yayithe gabhu kumadabi eANC....

  • Abahlali eBuffalo City bakhalazela iiRates zikaMaspala eziphezulu....

View Details

  • Eskom says it has not be affected by Storm Elo-wiz....

  • Bobi Wine calls for intervention in Ugandan crisis....

View Details

  • I-DA isikele uMongameli ixesha lokunika ingcaciso ngentengo yeVaccine yeCOVID-19....

  • Urhulumente weMpuma Koloni ukhalimela ukutshiswa kweeBhasi zeliPhondo....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Labour unions at SABC unveils plans for the looming worker strike...

  • NMB granted over a billion rand in grant funding...

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Zuma will not appear before State Capture Inquiry....

  • Gift of the Givers to open Dr's accommodation at Bhisho Hospital....

View Details

  • UZuma azakuvela kwiKomishoni kaZondo njengoko bekucwangcisiwe....

  • Ingcali igxininisa ukubaluleka kokuphuculwa kwenkqubo yovavanyela Icovid19

View Details

  • Over 3 million Eastern Cape residents to be vaccinated for COVID19....

  • Bhisho Legilsature speaker tests positive for the coronavirus....

View Details

  • Ihlehlisiwe imini yokuvela kuka Singh kwiKomishoni kaZondo....

  • Isaqhuba ingxaki yemivuzo kwisithili iAmathole....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Health Minister has emphasized the importance of people getting vaccinated…

  • Funerals identified as Covid-19 super spreader events…

View Details

  • INkulubaphathiswa yaseGauteng inike ingxelo ngeCovid-19 kwelaphondo…

  • Kucelwa umngeni ukonyulwa kukaNqaba Bhanga…

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Liyehla inani lolosuleleko lwe Corona kwi Garden Route…

  • Uswelekile usodolophu womasipala wesithili i-Sedibeng eGauteng…

View Details

  • Broke consumers bank on new proposed Pension Fund Bill....

  • Pregnant women will not receive first COVID-19 vaccine batch....

View Details

  • uMkhize ucacisa ngendlela elizakukhutshwa ngayo ichiza leCoronavirus....

  • Kukho isimemelelo sokuba uTrump makashenxe ngokukhawuleza....

View Details

  • U-Mkhize wondlala izicwangciso zokunikezelwa kwesigonyo seCOVID-19....

  • Ayisekho emhlabeni iNtsumpa yeSebe lezeMfundo eMpuma Koloni....

View Details

  • Mkhize to brief the portfolio committee on the rollout strategy of the Covid-19 vaccine….

  • South Africa records the highest number of new covid-19 cases in a day…

View Details

  • UMzantsi Africa ubhalise elona nani liphezulu lolosuleleko yiCorona ngosuku…

  • Kulumkiswa abo bagrumba imizimba yabantu ababulewe yi Covid-19…

View Details

  • Yingxinano ngabantu abafole imigca kumda i-Beit Bridge....

  • U-Eskom uzakumisela uStage 2 weLoad shedding namhlanje nangomso....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Ehlil' amaxhala eSADTU emva kokubona amalungiselelo okumakishwa kwephapha lematriki...

  • Liyadibana kwakhona ngomso ihunga likazwelonke lolawulo lwesifo iCOVID-19 kweli...

View Details

  • Healthcare workers lobbying for the use of Ivermectin to treat and prevent the coronavirus…

  • SADTU in the Eastern Cape deployed its members to monitor compliance in marking centres…

View Details

  • Economist says South Africa cannot afford a more stringent lockdown….

  • Government could face legal actions to acquire COVID-19 vaccine sooner…

View Details

  • Angasiwa enkundleni urhulumnte ngelinyanzelisa ukuba afumane isigonyo se Corona ngokukhawuleza…

  • Zidandathekile iintsapho zabakhwetha ababulewe eMpuma Koloni…

View Details

· OUTA calls for boycott of SAA....

· Eastern Cape prepares for resurgence of COVID-19 infections....

View Details

· SARS concerned about declining revenue collection....

· NCOP to intervene in Nelson Mandela Bay Metro....

View Details

· i-DA ithi idanile yintetho ka Mboweni...

· I-France imisele iLockdown yesibini de kube sekupheleni kuka November....

View Details

· Government on course to stabilise the country's debt to GDP ratio....

· Eastern Cape anticipates COVID-19 second wave....

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • The Meyiwa family welcomes today's arrests...

  • Eskom cut electricity at Doctor Beyers Naude Municipality in the Eastern Cape...

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

· Uyifumene iBail omnye wabarhanelwa kwityala lase Senekal....

· Urhulumente unqwenelela abafundi okuhle kwiimviwo zebanga leshumi....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Kubanjwe indibane engeeLwimi zenkobe eQonce...

  • Bangangabhali iimviwo zokugqibela zonyaka abafundi abafunyaniswe beneCovid19...

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • The HAWKS pounce on Eastern Cape-based company....

  • War of words between Zuma and Zondo continues....

View Details

  • Iyaqhuba iKomishoni yeSTATE CAPTURE eRhawutini...

  • Limiselwe ungomso ityala loMfundisi uTimothy Omotoso...

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Draught stricken EC municipalities to receive a R50m boost...

  • Competition Commission shocked by the inflation of prices on essential foods...

View Details

  • iBhodi yezoTywala iphanda uhlaselo olwenzeke eSweetwaters...

  • Ukungakhathali kuthiwa kuko okubangelwe ukuqhambuka kweCoronavirus eBurgersdorp....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

  • UZuma ulindeleke ukuba avele phambi kwekomishoni kaZondo kulenyenga izayo

  • Indawo zentselo eBurgersdorp zityholwa ngokuba ngunobangela wokunwenwa kweCovid19

View Details

  • Fate of Masukus and Diko to be revealed today....

  • Soldier to appear in court for allegedly shooting civilian over a mask....

View Details

  • iDA ifuna iPalamente isebenze ngokupheleleyo ku Level 1....

  • Iyangena imiyalezo yovelwano emva kokusithela kwegqala lomfundi weendaba

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

  • Reserve Bank expects the country's GDP to grow next year...

  • Government continues to source the billions in funding needed to save SAA...

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Easing of international travel expected in Lockdown level One....

  • Case of Dimbaza man accused of wife's murder to resume tomorrow....

View Details

  • uMzantsi Afrika uwelela ku level one we lockdown....

  • Kukhangelwa ibanjwa eliqhweshe kwintolongo yase Sada....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Lungisa has until Thursday to apply for the extension of his bail…

  • FF Plus speaks on the decision of the ANC about the Zim trip…

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Bafunyaniswe benobugwenxa uDiko noMasuku yiKomishoni yeANC

  • Umongameli Ramaphosa uzakuchophela iintlanganiso ezimbini ezingundoqo namhlanje

View Details

  • EFF calls off the protest action at Clicks stores…

  • Andile Lungisa to approach constitutional court…

View Details

  • Iingxelo zithi ihambe kakuhle indibano ye-EFF kunye nabalawuli bakwa Unilever....

  • I-Moody's ithi eli lizwe liseza kujongana neengxaki zoqoqosho....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

  • The SCA dismisses Andile Lungisa's application to appeal his assault conviction sentence...

  • The Covid-19 Temporary Labour Relief Scheme has been extended...

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Clicks independent executive, Nonkululeko Gobodo cracks the whip...

  • ANC delegation to meet with ZANU PF counterparts...

View Details

  • I-SACTWU igrogrisa ngokubeka phantsi izixhobo zokusebenza....

  • Uyafihlwa ngale ntsasa uMam'Nyameka Goniwe....

View Details

  • President Ramaphosa reacts to GDP contraction....

  • EFF says its not backing down from Clicks protest....

View Details

  • Abonakala esehla amanani osuleleko yintsholongwane iCorona eMpuma Koloni....

  • U-Zolani Tsotsi usanika ubungqina kwikomishoni ka Zondo....

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

  • An EC woman killed inside a Mthatha Police Station...

  • DA wants to lay charges against Julius Malema for the Clicks hair protest...

View Details

  • AbakwaSARS baangqina ubuninzi beenkampani ezifumene iithenda zee-PPE bezingafanelekanga...

  • Iphele ingekaqali intlanganiso ye-RTT yeANC ezibekileyo kwingingqi yomaspala iNMB...

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Beer manufacturers to stop supplying alcohol to businesses whose licenses have been revoked

  • Eskom to move to stage three load shedding

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • DA claims to have followed due processes in charging John Moodey...

  • A rape case against an EC police officer postponed to next week...

View Details

  • Luyaqhuba ugwayimbo lwe Nehawu…

  • UNomvula Mokonyane uyaqhuba nokunikezela ngobungqina kwi State Capture Commission…

View Details

  • NEHAWU gears up for strike action....

  • The AG welcomes suspension of UIF executives....

View Details

  • Ngabasebenzi bezempilo abay240 ababhubhe ngenxa yeCOVID 19...

  • Abahlali baKuQumbu batyhola amapolisa ngobungqwabalala....

View Details

  • UIF Commissioner placed on precautionary suspension....

  • Qumbu residents accuse police of brutality...

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

Umhlalutyi wezopolitiko uthi amalungu eANC angasibethisa ngoyaba isindululo se NEC…

Indluyowiso-mthetho eMpuma Koloni ichonge unobhala omtsha…

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Ramaphosa pushes the fight against corruption to the top of ANC agenda...

  • SA continues to see a decline in corona virus infections...

View Details

  • President Ramaphosa speaks on the publication of COVID-19 related government expenditure...

  • Dr Blade Nzimande lays out plans for students to return to universities...

View Details

  • Uceba weANC uAndile Lungisa ufuna uRamaphosa avela kwi Intergrity Committee....

  • Limiselwe inyanga izayo ityala ngokubulawa kuka Asithandile Zozo...

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • SADTU iyakhalaza ngokusetyenziswa komthombo omnye ukusingatha iinkonzo zee-PPE...

  • UMboweni ungxolisiwe ngeentetha azenze kuTwitter....

View Details

  • Minister Mkhize laments corruption allegations in PPE tenders....

  • Cosas in Limpopo rejects re-opening of all school grades today....

View Details

  • Iimanyano zithi izikolo azikulungela ukwamkela abafundi namhlanje....

  • Usapho lukungqinile ukubhubha kwetyendyana leqhula, uNdlovu....

View Details

· Ramaphosa speaks out on latest developments in Mali....

· The SIU is probing billions worth of PPE contracts....

View Details

Mrs Siseko Kondile surprises hubby after his 16:00 bulletin...

View Details

  • Iyaqhuba ikomishoni ka Zondo....

  • Sikhalinyelwe isiganeko sokubulawa komfundi wase Wits...

View Details

ENGLISH BULLETINS

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

Police investigate the cause of the accident that claimed lives of 10 people in the Eastern Cape…

Port Elizabeth recorded its coldest daytime in AUGUST…

View Details

Kubhubhe abantu abalishumi kwingozi yezithuthi eMpuma Koloni…

Owayesakuba ngumongameli kweli usiwe enkundleni ngelinyanzelisa imali yesondlo…

View Details

ENGLISH BULLETIN

View Details

ISIXHOSA BULLETIN

View Details

  • Marikana victims still await President Ramaphosa's apology..

  • There's mixed reactions to the lifting of the ban on sale of alcohol...

View Details

South Africa recorded 162 new COVID19-related fatalities…

The Supreme Court of Appeals to rule on Andile Lungisa's application…

View Details

  • Basezakulilwela icandelo labo abashishina ngecuba...

  • AMCU ikhalazela ukungaphucuki kwemeko eMarikana...

View Details

  • FITA vows to continue its protest against government ban on tobacco sales...

  • DA speaks out against the extension of the National State of Disaster...

View Details

  • Marikana victims still await President Ramaphosa's apology..

  • There's mixed reactions to the lifting of the ban on sale of alcohol...

View Details

  • SA moves to alert level 2 of lockdown...

  • The special official Funeral for NC MEC for Education to be held today in the EC...

View Details

  • DA to fight tooth and nail to ensure the Nkandla report is rejected...

  • Good deeds for Mandela Day continue...

View Details

  • Madiba's grandkids celebrate his day in different ways...

  • China confirms the release of the remaining group of tourists...

View Details

  • Bazakubuyela ekhaya zingaphelanga iintsuku eziMbini abashiyeke eChina...

  • Abaxolanga ziinkonzo zakwaPrasa abebegaxeleke kwingozi yoololiwe phezolo...

View Details

  • Ihlabathi namhlanje libhiyozela iMandela Day...

  • ULucky Montana ufumana inkxaso kwiimanyano zabasebenzi...

View Details

  • Today the world celebrates Mandela Day...

  • 5 remaining SA in china to be released soon...

View Details

  • I SABC ifak'isandla kumaphulo eMandela Day...

  • Bazakubuyela ekhaya zingaphelanga iintsuku eziMbini abashiyeke eChina...

View Details

  • SACP recognises the importance of the Tripartite Alliance...

  • Five rushed to hospital after a plane crash in EL...

View Details

  • Abalekiselwe esibhedlele amalungu amahlanu onzakele kwingozi yenqwelo-ntaka eMonti...

  • Usihlalo weSACP umemelele umanyano kwiCosatu...

View Details

The Eastern Cape welcomes traffic recruits

And……

Calls for transparency in the South African nuclear deal

View Details

  • Ingaqala nanini sithetha iseshoni entsha yeBrics...

  • Urhulumente usebenza nzima ukuqinisekisa ulwaluko olukhuselekileyo...

View Details

  • Seventh Brics session gets underway this morning in Ufa...

  • DA calls for a full disclosure in SA's nuclear deal...

View Details

The BRICS summit begins this morning in Russia...

And…….

Seven people killed in an accident at the Beitbridge...

View Details

Urulumente uzakuqubisana nezikolo zolwaluko ezingekho mthethweni

Ukanti……..

Iyaqalisa kusasa nje ingqungquthela yamazwe eBRICS

View Details

Government to deal with illegal initiation schools

Tributes pouring in for the late former law and order minister

View Details

  • SACP dismisses suggestions of adopting a hostile towards the media...

  • Nobody has claimed responsibility for the killing of atleast 14 people in Kenya...

View Details

South Africa will benefit immensely from the Brics development bank

Business confidence drops to 16 year loss

View Details

  • Brics Development Bank launches this afternoon...

  • UDM calls for compensation for Marikana victims and families...

View Details

  • Lothukile kukonyuka kwenani labakhwetha ababhubhayo isebe lezeMveli ephondweni...

  • Ibuyekez'imbuyiselo kumaxhoba aseMarikana iUDM...

View Details

Cocaine worth millions of rands, confiscated at OR Tambo airport. And Wage negotiations continue in the gold mining sector.

View Details

  • Abahlalutyi baphendla isigqibo sokucinywa kwetyala likaRichard Mdluli...

  • Ziyaqala kwakhona namhlanje iingxoxo ngemivuzo yabasebenzi becandelo legolide...

View Details

  • Legal experts analyse Richard Mdluli's release...

  • SACP seeks to reposition itself...

View Details

  • Kukho inxalabo ngokwenyuka kwenani lokuxhwilwa kwabantu kweli...

  • Uzakufaka isicelo sakhe sebheyile namhlanje uRadovan Krejcir...

View Details

  • New proposals to be presented for a deal on Greek's debt...

  • Radovan Krejcir expected to apply for bail today...

View Details

  • Helen Zille gets emotional in her last address as DA leader...

  • Divisions over titanium mining in Bizana continues...

View Details

  • Umongameli Zuma umemelela intsebenziswano ukuveza amathuba emisebenzi...

  • Kusenzima ukufikelela ezintabeni kwiphulo lohlangulo eNepal...

View Details

  • President Zuma uses Freedom Day to speak againts xenophobia...

  • Fears the Nepal death toll could rise...

View Details

  • Major strike looms in the public sector...

  • Infighting continues within Cosatu...

View Details

Lusaqhubeka ukrutha- kruthwano lwangaphakathi kwiCosatu...

  • Abafundi baseUCT bayakwamkela ukuvunywa kokususwa komfanekiso kaCecil John Rhodes

View Details

  • President Zuma calls for a Tripatite Alliance rebirth...

  • Voting continues in Nigeria...

View Details

Stage Two of loadshedding will be implemented today

And

Kwaito musician Brickz to appear court today

View Details

Eskom CEO challenges his suspension in court today

And

Rhodes University students deliver a memo to its Vice Chancellor

View Details

Izakuphinda idibane kwiveki ezayo ibhodi yakwaEskom.

Ukanti…….

Kulindeleke liqalise kwakho namhlanje ityala lemvumi yekwaito, uBricks

View Details

  • Cecil John Rhodes debate moves to Rhodes University...

  • Learner lives in danger due to druggies at schools...

View Details

  • Case against Eskom CEO suspension to be heard tomorrow...

  • Tens of thousand learners continue to fall pregnant at schools...

View Details

  • ISalga ikhalazela ukungabandakanywa kwimiba yeengxaki zikaEskom...

  • Abezempilo bashukuxa imiba yeengxaki zabangathathi- ntweni ephondweni...

View Details

  • Government looses millions over suspended police...

  • Pandemonium brakes out at Alicedale...

View Details

  • Iqalisile kwakhona nomsebenzi wayo namhlanje ikomishoni kaSeriti...

  • Kubulewe ixhwele kwenzakala oonyana balo eMount Coke ngaseQonce...

View Details

  • President Zuma delivers Minister Chabane's eulogy...

  • Human Rights Day celebrations continue...

View Details

The 30th commemoration of the Langa Massacre to be observed in Uitenhage this weekend

And….

Deputy President hosts a meeting of business leaders today

View Details

Usekela mongamlei usindleka iinkokheli zecandelo loshishino namhlanje

Ukanti….

Uthi azinakubalekwa iinguqu umphathiswa wezemfudno ephakamileyo

View Details

Higher Education Minister says transformation is inevitable

And…..

An advisory Committee on SAS announced

View Details

Police Minister ready to present the Nkandla report

And………

A advisory Committee on SARS announced

View Details

Ufak’iscelo sochatha wexabiso lombane uESKOM

Ukanti……..

Uthi ukulungele ukunikezela ingxelo engeNkandla umphathiswa wamapolisa

View Details

ESKOM applies for an additional hike in electricity tariffs

And……….

Opposition parties say the National assembly is facing a constitutional crises

View Details

Deputy President hails Chabane as a humble leader

And……….

South Africans urged to respect human rights

View Details

Ibongozwe ukuba iyivule iminyango yayo kwinkqubo entsha ye TENDER inkampani ye Cash Paymaster Services ukanti Kumenyelelwe uphando lobuqhophlolo kwisibhedlele sase Bhofolo

View Details

The Official memorial service of the late Public Service Minister under way in Pretoria

And…

Opposition parties welcome President Zuma's return to Parliament next month

View Details

Asamkel’amaqela aphikisayo isibhengezo sokubuyela kukamongameli uZuma ePalamente kwinyanga ezayo

Ukanti……….

UESKOM uthi awuzukuqhawulwa umbane kule veki

View Details

  • President Zuma finishes off his remaining Parliament question from last year...

  • UN condemns the Tunisian attack...

View Details

  • Lugxekwa kabukhali uhlaselo eTunisia...

  • Unyana wejaji engasekhoyo uDuma Maqubela azakungqina ngokuchasene nonina enkundleni namhlanje...

View Details

  • Still no confirmation of any South African killed in the Tunisia terror...

  • Minister Nkoana- Mashabane pays an emotional tribute to the late Collins Chabane...

View Details

The identity of the South African killed in Tunisia, still unkown And A memorial service for minister Collin Chabane to be held today.

View Details

  • Zinikw'ingqwalasela iingxaki zakwaEskom.

  • Izakubanjwa namhlanje inkonzo yesikhumbuzo somphathiswa uCollins Chabane.

View Details

  • Four people die in a bus and truck crash...

  • 1 SA confirmed dead in the Tunisia attack...

View Details

A stern warning to Eastern Cape corrupt traffic officers

And……

Non custodial sentence recommended for Thandi Maqubela

View Details

The Public Protector's investigation in the EC Mandela funds to be concluded at the end of the month and Concerns over the mounting violent protests

View Details

  • Luzakuqukunjelwa kungekudala uphando ngomngcwabo kaMadiba leli phondo…

  • Kufunyaniswe kungangxamisekanga ukunqanda kukaRobert McBride ukunqunyanyiswa kwakhe…

View Details

  • Experts call for restraint on Minister's Chabane's assumed car speed...

  • Annual SciFest gets underway in Grahamstown today...

View Details

Silindeleke namhlanje isigwebo ngokunqunyanyiswa kwentloko ye IPID

ukanti........

Uyaqalisa namhlanje umnyhadala wezenzululwazi eRhini

View Details

STINGS An e-mail address for messages of condolences to late Public Service Minister

and....

Thandi Maqubela returns to court today

View Details

Ipalamente ikhabe isiphakamiso seDA sokungabi nathemba kulawulo luka mongameli Zuma

Ayaqhuba amalungiselelo omngcwabo kamphathiswa Collins Chabane

View Details

The DA introduces a motion of no confidence in President Zuma

And……

MP’s pay tribute to late Public Service Minister

View Details

Anik'imbeko kumphathiswa weenkonzo zoluntu ongasekhoyo amaluntu ePalamente

Ukanti…………..

LInikezela izixhobo zokufunda iDesmond Tutu Foundation eMpuma Koloni

View Details

Parliament pays tribute to the late Public Service Minister

The Desmond Tutu Foundation donates desks in the Eastern Cape

View Details

Parliament set to debate a motion of no confidence in President Zuma this afternoon

and....

Preparations under way for the late Public Service Minister in his home village

View Details

Namhlanje ipalamente izakubamb'ngxoxo mpikiswano ngokungamthembi umongameli uZuma

ukanti.....

Uzakungcwatywa ngoMgqibelo umphathiswa weenkonzo zoluntu ongasekhoyo

View Details

  • Strict access control in Polokwane Magistrates court this morning...

  • Eskom's top ten officials award themselves million rand bonuses...

View Details

  • Strict access control in Polokwane Magistrates court this morning...

  • Eskom's top ten officials award themselves million rand bonuses...

View Details

  • Uzakungcwatywa ngoMgqibelo esiya kuye umphathiswa uCollins Chabane...

  • Sibuyel'ePalamente namhlanje isiphakamiso ngokungathembeki kukamongameli Zuma...

View Details

Memorial service for the late Collins Chabane to be held on Thursday

Eskom bosses recieved huge bonuses last year

View Details

Izakubanjwa ngoLwesine inkonzo yesikhumbuzo kaMphathiswa Chabane

Iziphatha mandla zakwa Eskom zamka zifumbathe iziqhuma zebhonasi kulo nyaka uphelileyo.

View Details

  • SPY TAPES case referred to a higher court...

  • SABC News looses one of it's own...

View Details

The late Public Service Minister described as an asset

And…….

Flabba murder accused denies killing the musician intentionally

View Details

Utyelel’ikhaya lakwa Chabane umongameli uZuma

Ukanti…….

I DA ibuyela enkundleni ngebholo leeSpy Tapes

View Details

U-Sindisiwe Manqele otyholwa ngokubulala uxelele inkundla kamantyi yaseAlexandra ukuba akukho bungqina bokuba uyibulele ngabom imvumi yomculo we hip-hop uNkululeko Habedi.

View Details

Icandelo lezomculo libe yinxalenye yabemi boMzantsi Afrika abadlulise amazw'ovelwano kusapho lomphathiswa weenkonzo zoluntu uCollins Chabane, osweleke kwingozi yemoto ngentsasa yayizolo.

View Details

Umongameli Jacob Zuma nabaphathiswa bakhe abaliqela be cabinet bebetyelele ikhaya lakwaChabane ePitoli, beyokudlulis'amazw'ovelwano kusapho lomphathiswa weenkonzo zoluntu nolawulo uCollins Chabane osweleke kwingozi yemoto ngempela-veki.

View Details

The music industry pays tribute to the late Public Service Minister and... South Africa's dropout rates raises alarm bell

View Details

Arts and Culture Minister appointed Acting Public Service Minister

And…

Eastern Cape police to strategise ways of combating crime in rural areas

View Details

Umphathiswa wezothutho uphand'ingozi ebulele umphathiswa weenkonzo zoluntu izolo

Ukanti…….

Amapolisa aseMpuma Koloni aqulunq'iqhinga lokulwa ulwaphulo mthetho emaphandleni

View Details

Transport Minister to investigate the cause of crash that killed Public Service Minister And…… Flabba’s alleged killer expected back in court today

View Details

Urulumente umchaze njengobethobile umphathiswa weenkonzo zoluntu ongasekhoyo

Ukanti…..

Umemelele iimanyano zeCOSATU ukuba ziyeke imilo yangaphakathi

View Details

Public Service minister Collins Chabane -will be buried in an official funeral

And…

Rap star laid to rest

View Details

Sityelela indawo abhubhele kuyo umphathiswa weenkonzo zoluntu isigqeba sase Limpopo

Ukanti ….

Kuvuselelwa amaphulo ezolimo eMpuma Koloni

View Details

Relatives and community members gather at the Chabane family home

And…

The Eastern Cape government revitalizes agricultural schemes

View Details

The late minister Chabane described as an outstanding cadre

Flabba's funeral curently underway in Alexandra, Johannesburg

View Details

Amalungu eANC eLimpopo asavalelene ekhusini kwintlanganiso, kulandela ukubhubha komphathiswa uCollins Chabane

Uyaqhuba umngcwabo kaFlabba eAlexandria kumantla eRauti

View Details

Ingozi yesithuthi ngalentsasa idlule nobomi, bomphathiswa uCollins Chabane

Ubekwa kwikhaya lakhe lokugqibela uFlababa namhlanje

View Details

Uzakubekwa kwikhaya lakhe lokugqibela namhlanje uFlabba

Uphumile kwisibhedlele sasePitoli umongameli waseZambia

View Details

Hard work and commitment of Moses Kotane-an example for youth of SA

NUM embarks on a march in JHB

View Details

Umongameli Zuma uthi ulutsha lweli lungafunda nto kumagqala afana noMoses Kotane

Umphathiswa wamapolisa uthi uzakunikezela ngengxelo malunga neNkandla ukuphela kwale nyanga

View Details

President Zuma addresses the crowd at Moses Kotane's reburial service

Police Minster will report back to parliament at the end of the month regarding the Nkandla issue.

View Details

Uzakuyisa ePalamente ekupheleni kwale nyanga ingxelo ngeNkandla umphathiswa wamapolisa

Ukanti…….

Luloyiso kusapho lakwaKotane ukungcwatywa kwamathambo ache eMzantsi Afrika

View Details

Moses Kotane’s reburial a victory for the family

And…..

EFF parliamentary disruptions described as counter-revolutionary

View Details

IDA ikwamkele ukubuyiselwa kwamatyala obuqhophololo ngaku Richard Mdluli Ukanti………………….

Kutyhilwa umfanekiso oqingqiweyo ka Gandhi namhlanje eLondon

View Details

Ngahle uthotywe umgangatho wakwa ESKOM Ukanti……… Oosoqoqosho balamkele iphulo likarulumente lokongiwa kombane

View Details

An inquiry into ESKOM could affect the power utility’s credit rating

And…

Economists welcome government’s new energy saving campaign

View Details

Foreigners arrested in connection with the robbery of an SABC news crew

And…….

Parliament concerned at the suspension of top ESKOM executives

View Details

Trufm - News Bulletin Podcasts

View Details

Zizakuba nechaphaza elibi kushishino iziganeko zamva nje kwa ESKOM…

Ukanti...

iNPA isamkele isigqibo sokukhupha kumqulu wenkundla isibheno kwisibheno sika Oscar Pistorius

View Details

The latest on the Eskom executives firing saga

The infighting within Agang SA is continuing.

View Details

Ikomiti yesebe lamashishini karhulumente inyanzelisa ingcombolo malunga nokunqunyanyiswa kwamagosa aphezulu kwaEskom

Uflabba uzakungcwatywa ngeCawa

View Details

U Eskom unqumamise amagosa amane aphezulu, ukutshayelela uphando ngengxuba-kaxaka egquba kwelaziko

Uyanda umdla kumakhasi onxibelelwano, ngesehlo sokuphangwa koonondaba belijelo

View Details

ESKOM CEO and other executives suspended…

And

Deputy Parliamentary speaker happy with yesterday’s house proceedings

View Details

I-NPA izakulinda ubungqina beqela lamagqwetha ka Oscar Pistorius Ukanti Amapolisa aseGauteng anikeza ngemali kuye nabani onokuza neenkcukacha zokubanjwa kwabo baphange abesebenzi beSABC.

View Details

Deputy Parliamentary Speaker happy about yesterday’s house proceedings

And

An Eastern Cape woman accused of murder of babies returns to court today

View Details

STINGS The Presidency submits a date for the President's Parliamentary rely

And

An Eastern Cape woman accused of murder of babies return to court today

View Details

Ilumkise ngokuphazanyiswa kwenkqubo yePalamente inkokheli ye DA

Ukanti...

Uvela enkundleni namhlanje owasetyhini otyholwa ngokubulala iimveki ezine eMpuma Koloni

View Details

Parliament's speaker has had her hands full yesterday

And……………

A Peddie family reeling in shock

View Details

NEWS@17h00 President Zuma denies dodging questions regarding Nkandla And….. Eastern Cape SADTU branches pledge support for disbanded Provincial structure

View Details

  • There's accusations of manhandling by police outside Parliament...

  • A call for SANDF members in Nigeria to return home...

View Details

  • A call for SANDF members in Nigeria to return home...

  • Arms whistle-blower threatens to pull out of the Seriti Commission...

View Details

NEWS@13h00 Udlule nomphefulo wommi woMzantsi Afrika umlo ochasene ne Boko Haram

Ukanti………..

Likugxekile ukuphangwa kweentatheli iqonga labahleli beli

SA BOKO

Usube umphefumlo wokuqala wommi woMzantsi Afrika umlo ochasene ne Boko Haram. Usihlalo wombutho wamagqala iKoevoet, uPine Pienaar, uthi uLeon Lotz ubulewe eNigeria ngoMvulo. Usapho lwakhe sele lwazisiwe. ULotz wayesakuba lijoni le Koevoet. Isithethi sesebe lobudlelwane bamazwe ngamazwe uClayson Monyela uthi abanalwazi ngesi siganeko.

sbSADTU Ec(nguni)

Kulindeleke ukuba zihlangane namasebe kwiphondo liphela Qonce namhlanje, iinkokheli ezibhangisiweyo zombutho wootitshala iSADTU eMpuma Koloni, nalapho zizakunikezela khona inkqubo yenyathelo eliya phambili. Oku kwenzeka noxa iinkokheli zephondo zifumene imbalelwano esuka kwiOfisi kazwelonke kazwelonke kwinyanga ephelileyo, iziyalela ukuba ziphume kule Ofisi. Ingxelo nguYanga Funani.....

IN: "The group was... OUT:...SOQ." DUR: 00' 29"

reSABC COPE

Iqonga labahleli boMzantsi Afrika, likugxekile ukuphangwa kweentatheli ezintathu ze SABC, eRawutini. Unondyebo we SANEF uAngela Quintal, uthi ukubona imigulukudu ingazihoyanga iiKhamera, iphanga abasebenzi beendaba, kuqaqambisa iqondo lolwaphulo mthetho eMzantsi Afrika. Kusenjalo iCOPE imemelele ukuba amapolisa, enze konke anakho, ukubamba aabo babandakanyeka kuphango lwezi ntatheli. Ezi ntatheli ziphangwa zikhonjwe ngemipu kufutshane nesibhedlele iMilpark kubusuku baphezolo. Oku nanjengoko bezilungiselela usasazo ngqo! Ngokufika komongameli wase Zambia uEdgar Lungu, okweli ukuza kufumana unyango. Nanku uDennis Bloem we COPE....

IN: "The reality of... OUT:...no stone unturned." DUR: 00' 25"

MEDICAL NEGLIGENCE

Abombutho wabezomthetho kweli (Law Society) bathi kumele -umphathiswa wezempilo kweli uAaron Motsoaledi- anike ingqwalasela kwingxaki enkulu -yokushokoxeka kwezakhono -kwicandelo lezempilo. Lo mbutho ubuphefumla kwintetho kaMotsoaledi- ephathelele ekucuthweni kwamalungelo embuyekezo -kumaxhoba empatho- gwenxa- ngabasebenzi bezempilo kwanendima yamagqwetha kumabango ala maxhoba.

Kwintetho yabo ebhaliweyo- ababambisene ngesikhundla sikasihlalo- kulo mbutho uMax Boqwana no-Ettienne Barnard- bathi imibutho yezomthetho ineekomiti zophononongo -eziphanda amagqwetha- xa kufumaniseke ukuba abiza imali yeenkonzo- engaphaya komlinganiselo...

sb13AGANG

Elinya lamacala kumbutho iAgangSA lihlasele kabukhali ilungu lalo mbutho ePalamente uAndries Tlouamma okwalibambela- sekela kulo mbutho. UTlouamma utyholwa ngokubangela iintanda kulo mbutho -ngokuthi amisele iintlanganiso- zesigqeba esilawula lo mbutho -ngokungekho- mthethweni -kwanokuphatha iimali- zalo mbutho gwenxa.

Kukholelwa ekubeni- nguye otyikitya kuzo zoNe ii- account zalo mbutho- kwaye utyholwa ngokutsala imali -athi ayisebenzise kwizinto ezingenanto yakwenza -nemiba yombutho. Ilungu leNEC -kulo mbutho uAmbani Thenga- lithi bammangalele emapoliseni uTlouamma...

IN: "There are… OUT:…against him." DUR: 00' 21"

SbNEMTSOV TORTURE

Umranelwa ophambili kugebengo lukasopolitiko ophikisayo eRussia, uBoris Nemtsov uthi ungcungcuthekisiwe ukuze avume ukubulala. UZaur Dadayev ubekwe ityala ngempelaveki kwakunye nenye indoda. Ingxelo ngu Sarah Rainsford we BBC.....

[TAKE: SB INCUE: zaur dadayev told OUTCUE: of vladimir putin DURATION:0'34"]

ECONO

iRandi ixabisa i 12-rand-30 kwi Dollar yase Melika Yi 18-rand-54 kwi Ponti Ngelixa iyi 13-rand-09 kwi Euro Ukuziqukumbela ezale yure-------inqaku ebeliphambili Usube umphefumlo wokuqala wommi woMzantsi Afrika umlo ochasene ne Boko Haram. Iindaba ezilandelayo ngentsimbi yesibini

View Details

Disbanded SADTU leadership in the province to meet with branches today...

Sanef condemns the mugging of SABC journalists live on- air last night...

View Details

  • Umongameli Zuma ukulungele ukuphendula imibuzo emlindileyo ePalamente....

  • Zizakufumana uncedo loluleko lomoya iintatheli zeSABC eziphangiweyo...

View Details

Opposition parties are anxiously waiting for afternoon's seating in the National Assembly, which is exclusively for President Jacob Zuma to answer questions.

View Details

Opposition parties wait anxiously for pres Zuma to answer questions in parliament. And The dead foetuses discovered on a dump in KZN could be a result of illegal abortions.

View Details

  • Seriti commission expresses concern over whistleblower's testimony...

  • Seven infant bodies found in a dump in Durban...

View Details

  • SocDev in the province vows to implement Africa4Africa resolutions...

  • Proteas vow to put their good foot forward ahead of their 1/4 final ticket match...

View Details

  • Lifunga ngokumilisela izindululo zenkomfa yamanina isebe lezophuhliso ephondweni...

  • Bamemelela ubulungisa abalandeli bakaFlabba...

View Details

  • Cosatu affiliates accuse government of negotiating in good faith...

  • Flabba's girlfriend set to appear in court today...

View Details

Izakuvela kwinkundla kamantyi ngalentsasa, intombi etyholwa ngokubulala uFlabba

Izakuthathisaa kwakho namhlanje ikomishoni ephanda intengiswelano yezixhobo