What is on your mind?: Recent Episodes

Hazel Magazi

View Details

Umoya wam udandathekile kukubulawa kwamanima ngesihluku, abantwana bayaxhwilwa,urhwaphilizo luqatsele, imisebenzi ayikho, ubulawo ngezibhamu ludlubhedu, imela inqunqa abantu kuninzi okuqhubekayo nje. Rhulumente ude uthini ngeNtshona Koloni baphela abantu yini Bawo. Siyoyika ukugoduka kuba asikhuselekanga, iimfuyo zabantu zimkile kwakhe kwanjephi.
Ezilalini abantu abangomama bahlala bodwa amaxesha amaninzi abanye bangabahlokazi yini Nkosi yam akhonto urhulumente lona simvoteleyo anoyenza na ukuhlangabezana nemfuno zabo.
Ngaba nyani umzontsundu untsundu nenqondo lena na. ......Ngenelela Tixo siyakudinga Moya Oyingcwele............