Njengenxalenye yokuzinikela kwethu ekuqinisekiseni ukuba ulutsha, abantu abafuna umsebenzi, nabafundi ubomi babo bonke benza ukhetho olufanelekileyo,. Kwesi isiqendu, sijonga: ukucwangcisa ikhondo lomsebenzi njengelinye lawona manyathelo abalulekileyo abantu abatsha abanokuwathatha ukubumba ikamva labo.
Umxholo: Faka isicelo ngoku!! Ngomnyaka ka 2012 Isebe LezeMfundo eliphakamileyo noqeqesho lasungula inkqubo ejonge ukukhuthaza abafundi ingakumbi abo bakumabanga aphezulu ukuba bazifake ngethuba izicelo zokufunda khon'ukuze bangazifumani kwimityangampo yemigca yabo bakhangela izithuba zemfundo ebakho qho xa kuqala unyaka wezifundo. Kwakuyo le nkqubo undwendwe lwethu oluphuma kwiSebe leMfundo ePhakamileyo NoQeqesho luye lwabelana ngolwazi malunga namakhondo abafundi abanokuwaKhetha!
UHlahlo-lwabiwo-mali lweSizwe luka 2026, olunikezelwe nguMphathiswa u-Enoch Godongwana, lufike kwixesha elinzima kuMzantsi Afrika, nalapho kuhlenga-hlengiswa amatyala amadala aqikelelwa kwi-78.9% ye-GDP ngokuchasene neemfuno ezicinezelayo zoluntu olutsala nzima. Ngelixa uNondyebo / Treasury ebhiyozela intshiyekela yohlahlo lwabiwo-mali oluphambili kunye ne inflation yerhafu enxulumene nokunyuka kwamaxabiso kubantu, uluntu-kuquka undwendwe lwethu uLiso Mdutyana ovela kwiZiko lezoQoqosho (Institute for Economic Justice) baxoxa ukuba uhlahlo lwabiwo-mali lugcina "imeko ekhoyo" yobungqongqo, kunye nenkcitho yokwenyani ngomntu ngamnye ekuqikelelwa ukuba iyakwehla.
Umbuzo wosuku: Njengoko sicalula iimpembelelo zokukhula koqoqosho kunye neenkonzo zoluntu, siyabuza: ingaba olu hlahlo-lwabiwo-mali lubonelela ngenene indlela eya kuhlumo olunenguqu, okanye ingaba lubashiya ngasemva abona bantu babuthathaka belizwe?
Unyaka ka2024 uqaphela iminyaka eyi30 kususela oko ilizwe loMzantsi Afrika lathi labamba ulonyulo lwentando yesininzi. Nasekubeni u1994 weza nentlantsi yethemba nobomi obungcono kumntu wonke, le minyaka ibonakalise umsantsa omkhulu phakathi kwabatyebileyo nabasweleyo, kwaneemeko ezinzima zokuphila kubemi belizwe loMzantsi Afrika. Mphulaphuli, ibe yihambo ende ukusuka ku1994 ukuza kuthi ga ngoku, kodwa, ingaba ngokwenene kukho esinokuqhayisa ngako?
June exams, revision Life Sciences P1- Sinomtha Ngeshe, Intellectual Minds Academy Tutor for Life Science
Academic freedom in the classroom. Mr. Themba Ngqondi (History educator and liaising officer of RCL) Solomon Mahlangu High School
24 MAY 2023 Topic- #Youth on The move (A case study of Beautify My Kasi) Mr. Sibusiso Molefe (Founder of CJ NPO foundation)
Plant based gold nanoparticles: A game changer in colon cancer treatment- Ms Itumeleng Zosele (PhD candidate and researcher NMU)
Innovation in Arts by young people. Mr. Mandisi Sindo (International theatre artist and founder of Shack Theatre) and Ms Amanda Tobo (Mbizana Theatre Festival)
iPREP yinqubo ethi ilandendelwe iquka namayeza athi anikwe umntu ose mngciphekweni woku suleleka yi ntsholongwane ka Gawulayo.
Luhlalutyo lwencwadi “ Inkawu Idliwa Ilila”, sinceda grade 12, guest Mr Phakade – Teacher Ekuphumleni High School
Namhlanje sijonga ishishini lokusingatha imisitho ebalulekileyo. Sinaye u-Mangaliso Duke, we-Le Duke Life Events. Sinaye ke no-Ludwe Mandondo noyingcali kwezoshishino sizokhe sithethe naye.
Isifo seswekile sesinye sezifo ezijongwayo kulenyanga ka-November…. Namhlanje sijonga isifo seswekile ebantwaneni….
Isifo seswekile sesinye sezifo ezijongwayo kulenyanga ka-November…. Namhlanje sijonga isifo seswekile ebantwaneni….
Isifo seswekile sesinye sezifo ezijongwayo kulenyanga ka-November…. Namhlanje sijonga isifo seswekile ebantwaneni….
Kwi-Izimvo Zabantwana Skeem kufuneka ucele umzali akufundise ngomzimba wakho. Ubuyazi ukuba umntwana omncinci oqala kwiminyaka eyi-9 unyuka uyakwazi ukuba nomntwana. Kunjalo Skeem yilento kungafunekanga siyeke abantu basiphathe ngendlela engafanelekanga kumalungu ethu angasese...
Kwi-Izimvo Zabantwana Skeem kufuneka ucele umzali akufundise ngomzimba wakho. Ubuyazi ukuba umntwana omncinci oqala kwiminyaka eyi-9 unyuka uyakwazi ukuba nomntwana.
Kunjalo Skeem yilento kungafunekanga siyeke abantu basiphathe ngendlela engafanelekanga kumalungu ethu angasese...