Kwesisithyilelo, umpostile Dr Gambu, ushumeyela nge spirit/umoya we absolom, iumoya ombi ochukumisa icawa namakholwa. Le ntshumayelo ikhuthaza amakholwa amphephe lomoya ngokuku vulela umoya ongcwele, ngokwasentliziyweni, nokuzigcina ekuKrestu.
In this episode, Apostle Dr Gambu, speaks about the spirit of absolom, a destructive spirit which affects churches and Christians. This sermon encourages to void themselves of this spirit through opening up themselves to the Holy Spirit and being in Christ.
le ntshumayelo isikhuthaza ukuthi masihambe, siqhubeke nobomi, ngoba uThixo usikhulule.
This sermon encourages us to move forward with life, for God has set us free.
Apostle Dr Meshack Gambu ushumeyeza ibandla lase GIARC, ukuthi "intsikelelo zabo zisekulindeni". Lentshumayelo yangomhla ka 9 August 2020, iyomeleza kakhulu, ngokuba ifundisa amaKrestu ukuthi akalityelwanga nguThixo, mawangadinwa, intsikelelo zawo zisemlindweni.
Phulaphula usikeleleke.
In this episode, Apostle Dr Meshack Gambu teaches the GIARC congregants that, "Your blessing is in the waiting". This sermon from 9 August 2020, is teaches christians to be resilient, God has not forsaken them, their blessings are in the waiting.
Listen and be blessed.